Error loading page.
Try refreshing the page. If that doesn't work, there may be a network issue, and you can use our self test page to see what's preventing the page from loading.
Learn more about possible network issues or contact support for more help.

Umthombo wobomi

ebook
2 of 2 copies available
2 of 2 copies available

Umthombo wobomi yincwadi ebhalwe nguHlumeka Dumezweni ozalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda incwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela incwadi ukuze azifundele.

Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilandelelana ebuya neendebe kumsitho wembasa wokuphela konyaka.
Le yincwadi yesihobe equlathe imibongo eyinkuthazo kwaba ngenathemba, ebopha amanxeba kwabophayo, ezisa inkululeko kwabo babotshwe ngamatyathanga obu bomi futhi inika nomkhombandlela wokuhlalisana ngoxolo siluluntu kwindawo esihlala kuzo.

Formats

  • OverDrive Read
  • EPUB ebook

subjects

Languages

  • Xhosa

Loading